

Olwethu's email address and phone number have been validated.
Olwethu
- Price $12
- Answer 1h

$12/h
Isixhosa FET phase....Ndingumhlohli wesixhosa ozakubangela ukuba umntwana wakho asive-kwaye asithande isixhosa....ndisimelela ngeencwadi ezisetyenziswayo kwi banga leshumi elinesibini.
Lesson location
- online
About Olwethu
My name is Olwethu
I am very passionate about teaching isiXhosa as a language. My reason behind this is most of our schools do not see the importance of learning isiXhosa when you learn isiXhosa you do not only learn the language but your learn the culture and customs of the Xhosa people throughout their Drama books,Novels and poetry.
About the lesson
- All Levels
- English
All languages in which the lesson is available :
English
Xa ndiceba isifundo sam ndisimelela ngazo zone izakhono esinazo esixhoseni.
Oko ndikwenza ngokuthi ndicebe isifundo phantsi kwe sakhono ngasinye nomfundi azokucacelwa...elandela izakhono
Nazi ezi zakhono
1.ukufunda nokubukele: esi isakhono siqulathe i tekisi ezifana ne khathuni, izibhengezo ntengiso
2. Ukubhala nokunikezela: esi isakhono siqulathe okubhalwayo izoncoko, i obhutshwari kunye neleta.
3. Ukuphulaphul nokuthetha: kwesi isakhono sinika umfundi ithuba lokumamela oko akuvayo ze akuhlalutye ngokunokwakhe ngokuthetha.
4. Imigaqo yokusetyenzisw kolwimi: kwesi isakhono sokugqibela siqulathe ukusetyenziswa kolwimi ngendlela eyiyo umzekelo umfundi kufuneka azazi iindidi zentetho aguqule izovakalisi
Rates
Price
- $12
Pack prices
- 5h: $60
- 10h: $120
online
- $12/h
Similar tutors in Fort Beaufort
MAYANK MNSB
Melbourne & online
- $45/h
- 1st lesson free
Milena
Mango Hill & online
- $42/h
Joshua
East Launceston & online
- $100/h
- 1st lesson free
Jimmy
Castle Hill & online
- $65/h
- 1st lesson free
Georgia
Botany & online
- $65/h
- 1st lesson free
Agil
Melbourne & online
- $63/h
- 1st lesson free
Mona
Sydney & online
- $80/h
- 1st lesson free
Jhon
Newtown & online
- $70/h
- 1st lesson free
Qasim
Fortitude Valley & online
- $18/h
- 1st lesson free
Richard
Melbourne & online
- $65/h
- 1st lesson free
Anna
Sydney & online
- $87/h
- 1st lesson free
Ezequiel
Cammeray & online
- $75/h
- 1st lesson free
Lyle
South Penrith & online
- $36/h
- 1st lesson free
송아
Perth & online
- $50/h
- 1st lesson free
Dr Chintan
Annerley & online
- $80/h
Saori
Melbourne & online
- $40/h
- 1st lesson free
Erica
Fairfield & online
- $60/h
-
More teachers
