

Unathi
- Price $13
- Answer 1h

$13/h
1st lesson free
IsiXhosa Ulwimi laseKhaya.️🩹 KwaXhosa zibenza zibutya. Come let's teach each other izaci namaqhalo esixhosa.
Lesson location
- online
About Unathi
Mna nge gama ndingu Unathi osuka kwikhaya lakwa Mbabela, ndineminyaka eyi-23, ngokuhlala ndisuka kwidolophu ebizwa ngokuba yi Carletonville kwilokishi yase Khutsong, ndaqala amabanga amaphatsi eMbulelo Primary School, ndaze ndenza amabanga amaphezulu eBadirile Secondary School apho ndaphelela khonakwibanga leshumi elinesibini.
About the lesson
- All Levels
- English
All languages in which the lesson is available :
English
Molweni bafundi🫶 Yizani sizofunda izaci namaqhalo, ukwenza isibhengezo, ukwenza nokubhala I leta ka Rhulumente kunyeneleta yobuhlobo, i obituary, izichasi, omabizwafane, Ukubhala ulwimi lwasekhaya, ukufunda ngesiXhosa. Yizani sizofunda ngokwahlukana kwemibongo kunye nemvano siqalo nemvano siphelo semizemibongo yethu, kunye nezitanza ukuba zinemiqoloehamba njani.
Rates
Price
- $13
Pack prices
- 5h: $65
- 10h: $130
free lessons
The first lesson with Unathi will allow you to get to know each other and discuss your needs for future lessons.
- 1hr
online
- $13/h
Similar tutors in Carletonville
MAYANK MNSB
Melbourne & online
- $45/h
- 1st lesson free
Heath
Randwick & online
- $79/h
- 1st lesson free
Milena
Mango Hill & online
- $42/h
Joshua
East Launceston & online
- $100/h
- 1st lesson free
Jimmy
Sydney & online
- $65/h
- 1st lesson free
Saori
Melbourne & online
- $41/h
- 1st lesson free
Georgia
Botany & online
- $65/h
- 1st lesson free
Agil
Melbourne & online
- $63/h
- 1st lesson free
Mona
Sydney & online
- $80/h
- 1st lesson free
Jhon
Newtown & online
- $70/h
- 1st lesson free
Qasim
Fortitude Valley & online
- $20/h
- 1st lesson free
Richard
Melbourne & online
- $65/h
- 1st lesson free
Anna
Sydney & online
- $87/h
- 1st lesson free
Ezequiel
Cammeray & online
- $75/h
- 1st lesson free
Lyle
South Penrith & online
- $36/h
- 1st lesson free
송아
Perth & online
- $50/h
- 1st lesson free
Dr Chintan
Annerley & online
- $80/h
-
More teachers
