

Phethuxolo
- Price $12
- Answer 1h

$12/h
1st lesson free
Ndenza unyaka wam wesibini kwidyunivesithi NMU, Ndingumntu oluxabisileyo kwaye oluthandayo ulwimi lwesiXhosa.
Lesson location
- online
About Phethuxolo
Igama lam ndingu Phethuxolo "Akho" Vayo, ndineminyaka eli-19. Ndingumfundi wakwi Dyunivesithi NMU ndenza unyaka wam wesibini kwizifundo ze Economics. Into endenze ndathatha isigqibo sokufundisa isiXhosa kukuba lulwimi lwam lwenkobe, ndisixabisile kwaye ndiyasithanda. Yiyo lonto ndikhethe ukufundisa abo nabo badinga uncedo.
About the lesson
- All Levels
- English
All languages in which the lesson is available :
English
IsiXhosa lulwimi olumnandi, oluncamisayo noluneengcambu. Ukufundisa isiXhosa kubonelela uqhagamshelo kwizithethe zakho ezibalulekileyo zenkcubeko, kunye nabahlobo kunye nabamelwane abathetha ulwimi olufanayo. Ukusebenzisa ulwimi lwakho lwasekhaya kukuvumela ukuba ufundise abantwana bakho, kwaye nifunde izinto ezintsha kunye. Masifundisaneni ukubaluleka kolwimi lwethu kwaye siluxabise njengoko nalo lusixabisile.
Rates
Price
- $12
Pack prices
- 5h: $60
- 10h: $120
online
- $12/h
free lessons
The first lesson with Phethuxolo will allow you to get to know each other and discuss your needs for future lessons.
- 1hr
Similar tutors in Gqeberha
MAYANK MNSB
Melbourne & online
- $80/h
Heath
Randwick & online
- $84/h
Joshua
Toorak & online
- $100/h
- 1st lesson free
Jimmy
Sydney & online
- $60/h
- 1st lesson free
Georgia
Botany & online
- $65/h
- 1st lesson free
Agil
Melbourne & online
- $69/h
- 1st lesson free
Saori
Melbourne & online
- $37/h
- 1st lesson free
Jhon
Newtown & online
- $70/h
- 1st lesson free
Oliver
Sydney & online
- $70/h
- 1st lesson free
Richard
Melbourne & online
- $65/h
- 1st lesson free
Anna
Sydney & online
- $87/h
- 1st lesson free
Lyle
South Penrith & online
- $36/h
- 1st lesson free
Dr Chintan
Annerley & online
- $80/h
Erica
Fairfield & online
- $60/h
Mona
Sydney & online
- $80/h
- 1st lesson free
Yoselin
Sydney & online
- $40/h
- 1st lesson free
-
More teachers
