

Zandile's profile and their contact details have been verified by our experts
Zandile
- Price $13
- Answer 1h

$13/h
1st lesson free
Ndifundisa ngokwezidingo zakho, mfundi!Ndingumakhwekhwetha othweswe izidanga kabini, kwidyunivesithi yase Freystata (University of the Free State). Ndifundisa isiXhosa esisulungekileyo! Yiza nawe kolu
Lesson location
- online
About Zandile
Ndiyinzalelwane yaseMpuma Koloni, umthandi wolwimi lweenkobe. Ndinezidanga ezimbini eziphuma kwiDyunivesithi yase Freystata (UFS). Ndikwanguye nombhali onecwecwe elipapashiweyo kwezophando. Ndingumakhwekhwetha kwezemibongo nokubhala, apho ndibambe iimbasa ezimbini zokhuphiswano lwe Mqhayi Day (2018). Ndinamava wokufundisa ukuqala kwibanga leshumi, ukuya kuqhina kwabaqala izifundo ezinomsila.
About the lesson
- All Levels
- English
All languages in which the lesson is available :
English
Izifundo zam zihambelana neemfuneko zomfundi. Apho usilela khona, sigxila khona! Ndibhala amanqaku ambalwa nabalulekileyo ukuze kubekho ukuqonda, kunokuba kubekho inqwaba yokubhaliweyo. Izifundo zam zihamba ngokwebanga, nezinto ekunyanzeleke zaziwe ngokwekota. Umfundi unako ukukhetha isifundo okanye isihloko esingamqinisi mnqwazi, ukuze sishukuxe sona. Siyakwazi ubuyela umva sivavanye koko besesikufundile.
Rates
Price
- $13
Pack prices
- 5h: $66
- 10h: $131
online
- $13/h
free lessons
The first lesson with Zandile will allow you to get to know each other and discuss your needs for future lessons.
- 30mins
Similar tutors in Komani
MAYANK MNSB
Melbourne & online
- $45/h
- 1st lesson free
Heath
Randwick & online
- $80/h
Milena
Mango Hill & online
- $42/h
Joshua
East Launceston & online
- $100/h
- 1st lesson free
Jimmy
Sydney & online
- $65/h
- 1st lesson free
Saori
Melbourne & online
- $41/h
- 1st lesson free
Georgia
Botany & online
- $65/h
- 1st lesson free
Agil
Melbourne & online
- $63/h
- 1st lesson free
Mona
Sydney & online
- $80/h
- 1st lesson free
Jhon
Newtown & online
- $70/h
- 1st lesson free
Qasim
Fortitude Valley & online
- $20/h
- 1st lesson free
Richard
Melbourne & online
- $65/h
- 1st lesson free
Anna
Sydney & online
- $87/h
- 1st lesson free
Ezequiel
Cammeray & online
- $75/h
- 1st lesson free
Lyle
South Penrith & online
- $36/h
- 1st lesson free
송아
Perth & online
- $50/h
- 1st lesson free
Dr Chintan
Annerley & online
- $80/h
-
More teachers
