Sibabalwe -  - Sasolburg
1st lesson free
Sibabalwe -  - Sasolburg

Sibabalwe's profile and their contact details have been verified by our experts

Sibabalwe

  • Price $13
  • Answer 1h
Sibabalwe -  - Sasolburg

$13/h

1st lesson free

Contact

1st lesson free

1st lesson free

Ubukrelekrele bokuqala kukwazi ulwimi lweenkobe. Asikho, ndiyaphinda asikho isizathu sokunikezela sikhona noncedo.

Lesson location

    • online

About Sibabalwe

NdinguSibabalwe Gawula. Ndifunde amabanga aphezulu kwisikolo iQumbu Villang Senior Secondary School. Isixhosa ndisithande kwakumabanga aphantsi, lo nto yenze ndaqokelela iindondo ezininzi zesixhosa kuzo zonke izikolo endifunde kuzo. Ndiyazidla ngolwimi lwam. Xa kanye ndandigqiba ibanga leshumi, ndiqale ukubhala imibongo eyahlukeneyo ngolwimi olu lweenkobe.

see more

About the lesson

  • All Levels
  • English

All languages in which the lesson is available :

English

Ukusukela ngoMvulo ukuya ngolwesihlanu izifundo ziqala ngentsimbi yesibhozo ekuseni ukuya kweyesine matshona. Ukanti izifundo zethusizi sizifundisa ngendlela ezimbini. Eyokuqala, sifundisa ubuso ngobuso ize eyesibini sizifundise ngobuxhakaxhaka balemihla. Singabantu abanomonde, ukanti xa sithe sakuphosa isifundo salo mini, uyakwazi ukuthetha nathi sikuphindele uve.

see more

Rates

Price

  • $13

Pack prices

  • 5h: $65
  • 10h: $130

online

  • $13/h

free lessons

The first lesson with Sibabalwe will allow you to get to know each other and discuss your needs for future lessons.

  • 1hr

Similar tutors in Sasolburg

  • MAYANK MNSB

    Melbourne & online

    5 (25 reviews)
    • $50/h
    • 1st lesson free
  • Heath

    Randwick & online

    5 (53 reviews)
    • $79/h
  • Joshua

    Toorak & online

    5 (82 reviews)
    • $100/h
    • 1st lesson free
  • Jimmy

    Sydney & online

    4.9 (44 reviews)
    • $60/h
    • 1st lesson free
  • Georgia

    Botany & online

    5 (112 reviews)
    • $65/h
    • 1st lesson free
  • Agil

    Melbourne & online

    5 (49 reviews)
    • $65/h
    • 1st lesson free
  • Saori

    Melbourne & online

    5 (43 reviews)
    • $38/h
    • 1st lesson free
  • Jhon

    Newtown & online

    5 (24 reviews)
    • $70/h
    • 1st lesson free
  • Oliver

    Sydney & online

    5 (29 reviews)
    • $70/h
    • 1st lesson free
  • Richard

    Melbourne & online

    5 (49 reviews)
    • $65/h
    • 1st lesson free
  • Anna

    Sydney & online

    5 (32 reviews)
    • $87/h
    • 1st lesson free
  • Lyle

    South Penrith & online

    4.9 (25 reviews)
    • $36/h
    • 1st lesson free
  • Dr Chintan

    Annerley & online

    5 (126 reviews)
    • $80/h
  • Erica

    Fairfield & online

    5 (34 reviews)
    • $60/h
  • Mona

    Sydney & online

    5 (27 reviews)
    • $80/h
    • 1st lesson free
  • Yoselin

    Sydney & online

    5 (25 reviews)
    • $40/h
    • 1st lesson free
  • More teachers